Gugulethu, of “Gugs” soos dit algemeen bekendstaan, is ʼn gebied ongeveer 15 km buite die Kaapstadse middestad. Gugulethu is aanvanklik in 1985 deur die Kaapstadse Stadsraad gevestig as ʼn woonplek vir Afrika-trekarbeiders. Die naam “Gugulethu” is ʼn afkorting van “Igugu Lethu”, wat in isiXhosa “ons trots” beteken. Twee of drie ...
Read MoreIGugulethu
IGugulethu, okanye “iGugs” njengoko isaziwa njalo ngokubanzi, ngummandla omalunga neekhilomitha ezili-15 ngaphandle kombindi wesixeko seKapa. Yasekwa okokuqala njengendawo yokuhlala amagoduka liBhunga lesiXeko saseKapa ngo-1958. Igama elithi “iGugulethu” sisifinyezo segama elithi “Igugu Lethu,” elithetha “ibhongo lethu” ngesiXhosa kwaye yathiwa okokuqala ngurhulumente woCalucalulo emva kweminyaka emibini okanye emithathu emveni kokuba kuqalisiwe ukuhlaliwa. ...
Read MoreGugulethu
Gugulethu, or “Gugs” as it is commonly known, is an area about 15km outside of the city centre of Cape Town. It was first established as a settlement for African migrant workers by the Cape Town City Council in 1958. The name “Gugulethu” is an abbreviation of “Igugu Lethu,” which ...
Read MoreGugulethu, ons trots, 60 jaar later…
Geoff Mamputa, Gugulethu inwoner en sosiale aktivis sê: “Wanneer ’n mens aan Gugulethu dink, dink jy aan die Gugulethu Sewe wat in die 1980’s deur die apartheidsregering vermoor is of die moord op Amy Biehl. Die geskiedenis van Gugulethu is egter baie meer as bloot hierdie twee tragedies.” Geskiedenis Gugulethu ...
Read MoreIGugulethu, iqhayiya lethu, iminyaka engama-60 ukuya phambili…
“Xa kusithi qatha iGugulethu ezingqondweni zabantu, kuthi qatha ukubulawa kwesiXhenxe saseGugulethu nguRhulumente woCalu-calulo ngeminyaka yoo-80 okanye kuthi qatha ukubulawa kuka-Amy Biehl. Imbali yaseGugulethu ityebe ngaphezu kwezi ntlekele zimbini,” utsho njalo uGeoff Mamputa, umHlali waseGugulethu kwaneTsha-ntliziyo lasekuHlaleni. Imbali IGugulethu yilokishi ekwi-Cape Flats malunga neekhilomitha ezili-18 kumzantsi mpuma weKapa eNtshona Koloni. Igama ...
Read MoreGugulethu, our pride, 60 years on…
“When people think of Gugulethu, they think about the killing of the Gugulethu Seven by the Apartheid Government in the 80s or they think about the murder of Amy Biehl. Gugulethu’s history holds much more than these two tragedies,” says Geoff Mamputa, Gugulethu resident and social activist. History Gugulethu is ...
Read More