Imbali I Mamre ikunxweme elisentshona malunga nomgama angamashumi amahlanu wemitsi kumantla edolophu yase Kapa kodwa isekwakummandla wesixeko saseKapa. IMambre ke isetyenziswa yi VOC njengesikhundla seenkomo esasekwa nguRhulumente wamaDatshi wase Koloni esiseka esi sikhundla njengesikhundla soMkhosi ngonyaka ka 1701. Umsebenzi wesisikhundla esasisaya kubizwa ngokuthi yi Groenekloof, yayikukukhusela imfuyo yabemi kwilizwe elitsha ...

Read More