Gugulethu, of “Gugs” soos dit algemeen bekendstaan, is ʼn gebied ongeveer 15 km buite die Kaapstadse middestad. Gugulethu is aanvanklik in 1985 deur die Kaapstadse Stadsraad gevestig as ʼn woonplek vir Afrika-trekarbeiders. Die naam “Gugulethu” is ʼn afkorting van “Igugu Lethu”, wat in isiXhosa “ons trots” beteken. Twee of drie ...
Read MoreIGugulethu
IGugulethu, okanye “iGugs” njengoko isaziwa njalo ngokubanzi, ngummandla omalunga neekhilomitha ezili-15 ngaphandle kombindi wesixeko seKapa. Yasekwa okokuqala njengendawo yokuhlala amagoduka liBhunga lesiXeko saseKapa ngo-1958. Igama elithi “iGugulethu” sisifinyezo segama elithi “Igugu Lethu,” elithetha “ibhongo lethu” ngesiXhosa kwaye yathiwa okokuqala ngurhulumente woCalucalulo emva kweminyaka emibini okanye emithathu emveni kokuba kuqalisiwe ukuhlaliwa. ...
Read MoreGugulethu
Gugulethu, or “Gugs” as it is commonly known, is an area about 15km outside of the city centre of Cape Town. It was first established as a settlement for African migrant workers by the Cape Town City Council in 1958. The name “Gugulethu” is an abbreviation of “Igugu Lethu,” which ...
Read More