Basakha esi sixeko

 

Le ngqokelela yemizobo emifutshane yemiboniso-bhanyabhanya ebonisa izinto njengoko zinjalo (ekhatshwa zezinye izibhalo ezineenkcukacha ezimandla ngembali) ibalisa amabali abantu abaphambili abathi baba negalelo ekubumbeni imbali yaseKapa. Imizobo le imele umxube wabantu weembali nowenkulungwane yamashumi amabini, iveza ikakhulu iimvelaphi ezahlukeneyo kunye neminombo yothotho lwabantu baseKapa.

Le mizobo ingamatshantliziyo, abalweli benkululeko nabaphuli bemida abathi baphila ngaloo maxesha ze balwa inkqubo yobukhoboka, ukungabikho kobulungisa kunye nenkqubo yengcinezelo. Bonke ke banenyaniso ebahlanganisayo, le yokuba amagalelo abo kwimbali yaseKapa yaye yalityalwa ze ayahlonitshwa. Le ngqokelela, ngoko ke, ijolise ekubanikeni imbeko ebafaneleyo.

Khawonwabele le miboniso:

ngesiBhulu nesiNgesi