Amanina Anempembelelo

Lo mboniso ubalisa ngobomi bananina alishumi elinesibini beli loMzantsi Afrika, ababephila kwiinkulungwane zeshumi enisesixhenxe ukuya kuma kumashumi amabini. Uninzi lwabo lwaluhlala eKapa bambi iingcambu zabo ziphuma eKapa. Baye banegalelo elilulutho kuluntu lwase Mzantsi Afrika, yilonto imisebenzi yabo kufuneka ikhunnjulwe kwaye ibhiyozelwe.

Next
Next

They Built This City